Association for the Advancement of Innovative Information and Communication Technologies for Rural Development
Association for the Advancement of Innovative Information and Communication Technologies for Rural Development
Village Scribe Association
Ukuba uyafuna ukuba lilungu elisesikweni loMbutho wabaMmeli beLali, sithumele imbalelwano yomoya echaza igama lakho, indawo ohlala kuyo, umsebenzi wakho kunye nohlobo lobulungu ofuna ukuba lulo. Kungekudala sizakuvula ingxowa kuvimba wemali apha e-Afrika. Nceda, ume ngokuthumela umrhumo wakho wobulungu de sizipapashe iinkcukhacha zengxowa yovimba wemali. Njengelungu elisesikweni uyakuba nelungelo lokunyula kwaye uyakufumana iphephandaba lethu eliphuma nyanga zonke.
Thabatha inxaxheba - yiba lilungu!
Aba balandelayo bangamalungu apheleleyo:
1. Dr. Anna Wertlen, Grahamstown, Biologist, COO of eKhaya ICT (chair parson)
2. Amanda McPhail, Boortmeerbeek (Belgium), Research Database Specialist (secretary)
3. Jan Baekelandt, Boortmeerbeek (Belgium), Gynaecologic Oncologic Surgeon (treasurer)
4. Ronald Wertlen, Grahamstown, IT Specialist, CEO of eKhaya ICT ICT and Centre of Excellence (CoE) Coordinator at the Computer Science Department, Rhodes University (founder member)
5. Prof. Robert Tolksdorf, Berlin, IT Specialist, Professor for Computer Science and Head of the Group on Networked Informationsystems, Free University of Berlin (founder member)
6. Dr. Antonino Gulli', London, Principal Developement Manager, Head of Engineering Development for UX and Verticals at the Microsoft Search Technology Centre (STC) (founder member)
7. Christoph Flügge, Berlin, The Hague, Lawyer, Judge in the International Criminal Tribunal for the former Yugoslavia (ICTY) (founder member)
8. Thomas Tesche, Berlin, freelance IT Specialist
9. Richard Strickland, Grahamstown, freelance IT-Specialist
10. Kagiso Komane, Grahamstown, Computer Science Student, former Software Developer at eKhaya ICT
11. Thozamile Ngeju, Grahamstown, Community Coordinator, eKhaya ICT
12. Julia Kouchaki Shalmani, Bonn, Translator, Secretary, Belly Dancer
13. Anna Vogel, Hamburg, Insurance Salesman, Press Officer, Corporate Communications
14. Dr. Eva Hert, Munich, Biologist, freelance Press Officer and Marketing Communicator
15. Judith Flügge, Brunswick, Hydro Geologist, GIS and Environmental Expert
16. Dr. Wolfgang Abel, Neustadt (Lower Saxony), Gynecologist
17. Silke Doepke, Bad Homburg, Geographer, Application Supporter at the Thomas Cook Corporation
18. Katharina Romahn, Dresden, Medical Doctor
19. Matthias Jamet, Dresden, Teacher
20. Dr. Björn Brembs, Berlin, Neurobiologist, independent researcher at the Institute of Neurobiology at the FU Berlin
21. Sibylle Schultz zur Wiesch, Berlin, Music and Sports Teacher at the Primary School Hasengrund
22. Hedda Bahr, Berlin, Human Resources Management in the Office for Operational Management Integration at the Free University of Berlin
23. Anna Kellner, Berlin, Political Scientist, Rwanda Specialist, Employee at the Friedrich-Ebert-Foundation
24. Sabine Wiekenberg, Berlin, retired Publisher’s Sales Representative
25. Heinrich Wiekenberg, Berlin, retired Chief Judge at the Administrative Court Berlin
26. Nikola Rass, Nairobi, Social Geographer, Pastoralism Specialist, Employee at the Food and Agriculture Organisation (FAO)
27. Sandra Hoffer von Ankershoffen, Berlin, Product and Quality Manager
28. Helmut Hoffer von Ankershoffen, Berlin, CEO of the neofonie Company
29. Nurhan Yildrim, Berlin, CEO of the neofonie Company
30. Stephan Flügge, Munich, Teacher and former Director of the Waldorf-School in Munich
31. Elisabeth Beringer, Munich, Quality Management Agent in the Service Sector
32. Craig Renaud, Grahamstown, Advocate of the High Court of South Africa and Lecturer at the Rhodes University Grahamstown
33. Clifford Evanson, Grahamstown, Lecturer at Rhodes University Grahamstown
34. Lutz Scharf, Halle, Magister Student (Ethnology, Political Studies, Culture and History of Africa) at the Martin-Luther- University Halle-Wittenberg
35. Robert Freling, Executive Director and Board Member of SELF
36. Micah Rose, USA, Anthropology Student and Soccer Professional
37. Andre Mostert, London, Development Manager, Petchey Centre for Entrepreneurship, University of East London
38. Patrick Paulisch, Berlin, Entrepreneur
Enkosi kakhulu ngomrhumo wenu wobulungu kunye nangenye intsebenziswano!
Ababantu badweliswe ngasezantsi banomdla wokuba ngamalungu ombutho wethu yaye bayazifaka kwii-project zethu:
39. Martin Rast, Luzern, Geography Teacher
40. Jens Gehrich Schröter, Hamburg, German and English Teacher at the Margaretha Rothe Secondary School
41. Karen Hunter, Berlin, Musician, Arts Manager
42. Henry Holland, Grahamstown, Geographer, GIS specialist
43. Andreas Spinner, Leipzig, Structural Engineer
44. Kristina Spinner, Leipzig, Physiotherapist
45. Dr. Werner Kreisch, Berlin, Biologist, Specialist for Pollination Ecology
46. Franziska Flügge, Homburg (Saar), Nurse, Student
47. Dominik Schmidt-Philipp, Graz, Student
48. Alexandra Holland, Grahamstown, Biologist, PhD-Student, Senior Technical Officer at the Institute of Water Research
49. Uwe-Gernod Fasold, Berlin, CFO of the neofonie Company
50. Claas Duwe, Berlin, Secretary in the neighbourhood centre Alte Feuerwache e.V.
51. Gerald Kleser, Software Developer at SAP
52. Dr. Silke Sachse, Jena, Neurobiologist at the Max-Planck-Institute for Chemical Ecology
53. Dr. Regina Moritz, Bochum, Biologist
54. Martin Wertlen, Hotel Manager, Estate Agent at Sotheby's Realty
55. Dr. Alicia Sèrsic, Còrdoba (Argentina), Biologist, Specialist for Pollination Ecology
56. Daniel Isherwood, London, Medical Doctor
57. Anja Froese, Berlin, Biologist, PhD-Student at the Institute of Neurobiology, FU Berlin
58. Johannes Flügge, Überlingen, Chauffeur at the Psychiatric Community Centre in Überlingen
59. Kerry Peter, Grahamstown, Journalist
60. Alexandra Guillaume, Munich, Dental Billing Service, Surgery Management
61. Dr. Nicola Stollhoff, Berlin, Biologist
62. Britt Coles, Grahamstown, Geographer
63. Dr. Alexander Löser, Berlin, Computer Science Senior Researcher, TU Berlin
64. Virginia David-Engelbrecht, Grahamstown, Biologist
65. Tilman Franke, Berlin, Biologist, PhD-Student at the Institute of Neurobiology, FU Berlin
66. Jan von Sassen, Hamburg, Quality Management, Software and IT Purchase
67. Dr. Natalie Hempel de Ibarra, Exeter, Lecturer in Animal Behaviour, University of Exeter
68. James Turner, Guildford (UK), Finance Systems Manager
69. Christine Nesbitt Hills, Grahamstown, Photographer, Movie Maker
70. Benedicte Vansina, Sint-Aghata-Rode (Belgium), independent midwife
71. Hugo Baert, Sint-Aghata-Rode (Belgium), employee
72. Kia Teymourian, Berlin, Computer Scientist, Research Assistant at the Free University of Berlin
Iqumrhu Labalawuli
Iqumrhu labalawuli linababantu bathathu:
u-Dr. Anna Wertlen wazalelwa eBerlin. Wafunda i-Biology e-Berlin, eMzantsi Afrika (Diploma) nase-Argentina (PhD). Ngoku sithethayo uhlala eRhini, eMzantsi Afrika ekwangu-COO we-eKhaya ICT. Ekunye noRon Wertlen, u-CEO we-eKhaya ICT, uququzelela
u-Amanda McPhail wazalelwa eZimbabwe, wafunda eMzantsi Afrika (unemfundo enomsila kweZenzululwazi – Fisheries Management), yaye ngoku uhlala eBelgium. Umsebenzi wakhe yi-Research Database Specialist. Wakhe wathi ekhwele isithuthuthu
ngeemeko zemfundo engcono emaphandleni ase-Africa. Ngokwembono yakhe, ilungelo lemfundo lilungelo lomntu eliphambili eliyimfuneko ukwenza isidima nobomi obuthembisayo. Lenkolelo ikhokelele kwingcinga yokuseka - ekunye nomyeni wakhe - uMbutho wabaMmeli beLali.
uJan Baekelandt wazalelwa eBelgium, apho asebenza khona njenge-gynaecologic oncologic surgeon. Njengenxenye yoqeqesho kwezamayeza iminyaka emibini enesiqingatha eMzantsi Afrika. Uthando lwakhe lelilizwe, kunye nombulelo wakhe ngamava nama-
kwindlela esuka eMzantsi Afrika eya eYiphutha, efuna iindlela zemfundo ephucukileyo kumaphandle eendawo zae-Afrika. Ngokokubona kwakhe, ilungelo lemfundo lilungelo elinyanzelekileyo kuluntu yaye liyimfuno yempilo enesidima nethembisayo. Lengqiniseko yakhokelela kwicebo lokuyila – enomyeni wakhe – uMbutho Wabammeli Belali u-Amanda wachukumiseka bubunzima obufunyanwa ngabantwana kwezinye zeengingqi ezihluphekayo kwelizwekazi. Ngaphandle kwamathuba emfundo kunye nokungafikeleli kulwazi lwalemihla, abantwana abanjengaba bamelwe ukuma ecaleni lendlela bephethe iimbodlela ze-plastic becela amanzi. Nangaphezulu, ukuba ngumzali kwakhe kube yinkuthazo kuye ukuba afune ukunceda abanye abantwana. u-Amanda umele iBhilithani kathathu kwi-Underwater Hockey. Unomxhelo ngocwangciso lwethu kunye neenjongo, yaye unomdla wokusebenza. Ukwangunozala wesigxina, ngamanye amaxesha usebenzela izinikezelo zolwazi eMzantsi Afrika (NISC), ukwagqibe isithuba esingangonyaka efunda isiDatshi. Ngaphandle koku, sense umsebenzi omninzi ekusekweni koMbutho wabaMmeli beLali.
thuba elimnikileyo kuquka neSudan, ngonyaka ka-2006, Oku kumkhuthaza ukuba asebenzele i-VSA. Ukwachukumisekile ukuba azame ukunceda ukwenza umahluko e-Afrika yintlupheko yabantu kwikhaya lenkosikazi yakhe, naluninzi lwabantu edibene nabo kuhambo lwakhe kwi-Afrika yonke. Ngethemba lokukhuthaza ezemidlalo eMzantsi Afrika, wathabatha inxaxheba kwi-double ironman triathlon yeNjinga zeHlabathi eLithuania phantsi kweflegi yoMzantsi Afrika, apho waphuma kwindawo yeshumi.
Iindidi ezahlukeneyo zobulungu kunye norhumo
Zintlanu iindidi ezahlukeneyo zamalungu:
Amalungu angabaseki: Abammeli boMbutho. Bayakumela i-VSA ngamagama abo adumileyo, ngezimvo na/okanye ngomsebenzi. Bayakufanela batyikitye umgaqo-siseko baze bapapashe i-VSA. Inani eliphantsi elifunekayo: 3. Urhumo lobulungu: kukusebenza mahala.
Amalungu equmrhu: Abasebenzi boMbutho. Bayakwenza umsebenzi we-ofisi, ukuthi: usihlalo, usekela sihlalo, unongxowa, unobhala kunye neminye imisebenzi. Inani eliphantsi elifunekayo; 3. Urhumo lobulungu: kukusebenza mahala.
Amalungu angasebenziyo: ngamalungu esiqhelo oMbutho. Bafuna ukusixhasa ngomrhumo wobulungu nangengcinga zabo. Inani eliphantsi elifunekayo: babe baninzi kangangoko kunakho. Umrhumo wobulungu: 50 € ngonyaka. Umrhumo wobulungu ohlisiweyo kubantu abangaphantsi kweminyaka elishumi elinesibhozo, abafundi, abadla umhlala-phantsi, abangaphangeliyo kunye nabakhubazekileyo: 25 € ngonyaka. Imirhumo yobulungu ehliselwe abantu abahlala kumazwe asakhasayo: 5 € ngonyaka. Umrhumo wobulungu wamashishini kunye neminye imibutho: uxhomekeke ekubeni umbutho lowo okanye ishishini elo linjani.
Amalungu asebenzayo: aba ngabo abaqhuba uMbutho. Bayakuthabatha inxaxheba kwii-project, umzekelo: ootitshala, isikolo okanye isigaba esinye sesikolo, okanye abantu abanikezela ngexesha labo ngendlela ethile, umzekelo: abaqulunqi, abameli, abasebenza ngemali, abapapashi, njalonjalo. Inani eliphantsi elifunekayo: babe baninzi kangangoko kunakho. Umrhumo wobulungu: kukubenza mahala.
Amalungu Obuwonga: eli libhongo loMbutho. Bayakunyulwa baze bawongwe ngomsebenzi wabo kwi-VSA okanye kwi-ICT4D jikelele ngamalungu kwiintlanganiso zamalungu. Inani eliphantsi elifunekayo: inani elihle ekugqibeleni. Umrhumo wobulungu: kukusebenza mahala.